Words

Gain insights about the word ceba

umcebi

noun (class 1) | um + ceba + i | umcebi

A person who prepares plans; a designer; a planner

Example:

Umcebi ucebisa abantu. The planner councils people.

abacebi

noun (class 2) | aba + ceba + i | abacebi

Planners; Designers

Context:

Plural of umcebi

uceba

noun (class 1a) | u + ceba | uceba

Councillor

Context:

A member of local government council (municipal or ward)

Example:

UCeba walapha akafumaneki xa kuxoxwa imiba yokuhlala.

ooceba

noun (class 2a) | oo + ceba | ooceba

Counsellors

Context:

Plural of uceba

Example:

Bayadibana ooCeba balo mmango ngoMvulo

icebo

noun (class 5) | ili + ceba + o | icebo

A plan; A solution proposal or design; a counsel, advice, suggestion, recommendation

Context:

A plan, suggestion or idea brought forward before undertaking a task.

Example:

Licebo elihle eli uza nalo mninawa.

amacebo

noun (class 5) | ama + ceba + o | amacebo

Plans; Designs; Schemes

Context:

Plural of icebo

ingcebiso

noun (class 9) | in + cebisa + o | ingcebiso

To counsel; To advice

iingcebiso

noun (class 10) | izi + cebisa + o | iingcebiso

Advice; Counsel

Context:

Plural of ingcebiso

Example:

Zee ungazilibali iingcebiso zabazali wakho. 'Never forget your parents' advice.'

ukuceba

noun (class 15) | uku + ceba | ukuceba

Planning; The act of scheming or designing;

cebisa

verb (causative) | ceba + isa | cebisa

Advise, forewarn, guide, counsel, suggest or recommend

Context:

Cause someone to thoroughly consider (usually something in relation to the future)

Example:

Umkhuluwa ucebisa ukuba singahambi ngale ndlela inde. Lo mfundisi ubacebisa kakuhle abatshati.

cebisisa

verb (intensive) | ceba + isisa | cebisisa

Plan properly or thoroughly

cebani

verb (directive) | ceba + ani | cebani

Plan; Organise; Map out; Plot; Scheme; Prepare in advance

Context:

Plural of ceba; instructing or requesting several people to plan or come up with a solution

ukucebeka

noun (class 15) | ukuceba + eka | ukucebeka

The capacity or possibility to be planned

Context:

ukucebeka < ukuceba + eka (neuter-passive suffix)

cebela

verb (applicative) | ceba + ela | cebela

To plan for or on behalf of someone; To plan for (a reason or purpose); To plan at (a place)

ekucebeni

verb (locative) | e + ukuceba + eni | ekucebeni

In the process or course of planning

ukucetywa

verb (passive) | ukuceba + iwa | ukucetywa

To have a plan concocted against you; To be conspired against

ukucebelana

verb (reciprocal) | cebela + ana | ukucebelana

To conspire against each other; To make a plan for each other

Featured words
  1. goba
  2. betha
  3. gula
  4. vula
  5. xela